Iindawo Zokurenta Inyanga eYedigöller

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Bolu Merkez
I-Joy Palamudu Chalet (Indlu encinci) Bolu Merkez
3 Jun – 1 Jul
YiR40 457 ZAR ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bolu Merkez
Ikhaya lakho eTuna Village House & Bolu enegadi enkulu
24 Epr – 22 Mey
YiR23 238 ZAR ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-201
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Bolu Merkez
I-Otantic Tuna Village House & Enye indlu yegadi
27 Mat – 24 Epr
YiR23 070 ZAR ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
ISuperhost
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Yumrukaya
Indlu esezintabeni kunye neNtaba ye-Köroğlu kunye ne-Fireplace #3
30 Mey – 27 Jun
YiR112 838 ZAR ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.