Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eEMontreal

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonkeUmanqaku 4.55 kwayi 5; Izimvo eziyi-11
Luxury Downtown high floor AmazingView Bell Centre
R1 489 ngenyanga
SUPERHOSTIflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 4.72 kwayi 5; Izimvo eziyi-25
MONTREAL DOWNTOWN/Studio Apartment6
R11 094 ngenyanga
Iflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 4.86 kwayi 5; Izimvo eziyi-7
Cozy relaxing home in the heart of Crescent
R8 996 ngenyanga
Iflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 5 kwayi 5; Izimvo eziyi-3
Cozy apartment 2min from metro station
R7 226 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Indawo Ekukho Umntu Oncedisayo Kuyo

Indawo onokuhlala kuyo eEMontreal

Abantu basekuhlaleni bachaza ezona ndawo ziphambili abazicebisayo kwingingqi yabo ukuze bakuncede ufumane le uza kuthi likhaya lakho xa ukuhambo lwakho.

Ifoto ye- Old Port of Montreal
Old Port of Montreal
Ifoto ye- Quartier des Spectacles
Quartier des Spectacles
Ifoto ye- Gay Village
Gay Village

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.