Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eEMiami

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

SUPERHOSTIndlu ekumhlaba osikelwe izindlu yonkeUmanqaku 4.83 kwayi 5; Izimvo eziyi-148
Hacienda Aslan <3 of Miami 4BD/2BA Villa + Rooftop
R11 008 ngenyanga
Igumbi lakho lokulala
Delightful 6, 1 bedroom with private bathroom shared kitchen and free parking in Miami
R7 341 ngenyanga
Iflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 4.68 kwayi 5; Izimvo eziyi-129
Poolside Garden Suite
R13 321 ngenyanga
Igumbi lakho lokulalaUmanqaku 4.46 kwayi 5; Izimvo eziyi-69
Tiny Room #1
R10 523 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Izindlu Zoosomashishini

Indawo onokuhlala kuyo eEMiami

Abantu basekuhlaleni bachaza ezona ndawo ziphambili abazicebisayo kwingingqi yabo ukuze bakuncede ufumane le uza kuthi likhaya lakho xa ukuhambo lwakho.

Ifoto ye- Wynwood
WynwoodOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniI-Hip · Zoshishino · Unikumdla
Ifoto ye- Little Havana
Little HavanaOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniYakudala · Kuthule · Imbali
Ifoto ye- Coconut Grove
Coconut GroveOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniI-Bohemia · Imbali · Ezothando
Ifoto ye- Brickell
BrickellOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniEzothando · Imifanekiso · Isefeshinini
Ifoto ye- Downtown Miami
Downtown MiamiOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniIphupha · Eyokuhlala · Unikumdla
Ifoto ye- Upper East Side
Upper East SideOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniImbali · I-Hip · Kuthule

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.