Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eESan Francisco

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

SUPERHOSTIgumbi lakho lokulalaUmanqaku 5 kwayi 5; Izimvo eziyi-3
*SUNNY,AT SF'S HEART* 24H SEC. PERSON GARAGE(EXT)
R12 785 ngenyanga
Igumbi lakho lokulalaUmanqaku 4.33 kwayi 5; Izimvo eziyi-7
Bright and Sunny Bedroom in Inner Sunset
R13 777 ngenyanga
Igumbi lakho lokulalaUmanqaku 4.09 kwayi 5; Izimvo eziyi-11
Hobbit Room in San Francisco House
R12 238 ngenyanga
SUPERHOSTIgumbi lakho lokulalaUmanqaku 4.73 kwayi 5; Izimvo eziyi-81
Blue Room near Fisherman's Wharf & Financial Dis
R17 359 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Izindlu Zoosomashishini

Indawo onokuhlala kuyo eESan Francisco

Abantu basekuhlaleni bachaza ezona ndawo ziphambili abazicebisayo kwingingqi yabo ukuze bakuncede ufumane le uza kuthi likhaya lakho xa ukuhambo lwakho.

Ifoto ye- Twin Peaks
Twin PeaksOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniKuthule · Eyokuhlala · Ukuxakeka
Ifoto ye- Alamo Square
Alamo SquareOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniI-Hip · Imbali · Kuthule
Ifoto ye- Fisherman's Wharf
Fisherman's WharfOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniImbali · Yakudala
Ifoto ye- Chinatown
ChinatownOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniImbali · Unikumdla · Kuthule
Ifoto ye- Haight-Ashbury
Haight-AshburyOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniI-Bohemia · Yakudala · Imbali
Ifoto ye- Mission District
Mission DistrictOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniZoshishino · I-Bohemia · I-Hip

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.