Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eESeattle

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi eqeshisayo yonke
Capitol Hill Hotspot!
R14 339 ngenyanga
Iflethi eqeshisayo yonke
Pet Friendly/ Delightful Queen Anne Apartment!
R22 410 ngenyanga
SUPERHOSTIgumbi elinomnyango ophumela ngaphandle yonkeUmanqaku 4.95 kwayi 5; Izimvo eziyi-131
Daylight Basement Apartment, Private Entrance
R16 189 ngenyanga
SUPERHOSTIgumbi lakho lokulalaUmanqaku 4.84 kwayi 5; Izimvo eziyi-19
#B Bedroom with backyard access
R13 876 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Izindlu Zoosomashishini

Indawo onokuhlala kuyo eESeattle

Abantu basekuhlaleni bachaza ezona ndawo ziphambili abazicebisayo kwingingqi yabo ukuze bakuncede ufumane le uza kuthi likhaya lakho xa ukuhambo lwakho.

Ifoto ye- Green Lake
Green LakeOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniEyokuhlala · Kuthule · I-Hip
Ifoto ye- Capitol Hill
Capitol HillOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniEyokuhlala · I-Hip · Unikumdla
Ifoto ye- Fremont
FremontOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniI-Bohemia · Kuthule · Eyokuhlala
Ifoto ye- Ballard
BallardOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniKuthule · Eyokuhlala · I-Hip
Ifoto ye- Pioneer Square
Pioneer SquareOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniImbali · Unikumdla
Ifoto ye- South Lake Union
South Lake UnionOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniUcoceko · Unikumdla · Kuthule

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.