Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eEAthene

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 4.6 kwayi 5; Izimvo eziyi-258
Supreme Luxury Apartment in the Heart of Athens
R19 996 ngenyanga
SUPERHOSTIflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonkeUmanqaku 4.86 kwayi 5; Izimvo eziyi-126
Academy's Modern Apartment near Acropolis & Metro
R18 716 ngenyanga
Iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonkeUmanqaku 4.71 kwayi 5; Izimvo eziyi-226
Central Luxury Suite with Jacuzzi&Acropolis View
R55 126 ngenyanga
SUPERHOSTIflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 4.95 kwayi 5; Izimvo eziyi-212
Athens AVATON - Acropolis Suite with Jacuzzi
R143 972 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Indawo Ekukho Umntu Oncedisayo Kuyo

Indawo onokuhlala kuyo eEAthene

Abantu basekuhlaleni bachaza ezona ndawo ziphambili abazicebisayo kwingingqi yabo ukuze bakuncede ufumane le uza kuthi likhaya lakho xa ukuhambo lwakho.

Ifoto ye- Plaka
Plaka
Ifoto ye- Monastiraki
Monastiraki
Ifoto ye- Thiseio
Thiseio
Ifoto ye- Psyri
Psyri
Ifoto ye- Anafiotika
Anafiotika
Ifoto ye- Likavittos
Likavittos

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.