Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eWashington

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle yonke
Modern 1 BR in Takoma, DC with easy city access
R11 710 ngenyanga
Iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonkeUmanqaku 4.71 kwayi 5; Izimvo eziyi-7
Arboretum/ H St
R13 317 ngenyanga
SUPERHOSTIflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 5 kwayi 5; Izimvo eziyi-17
Lovely basement apartment in DC townhouse
R20 206 ngenyanga
Iflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 4.84 kwayi 5; Izimvo eziyi-98
1BR apt in DC's stunning and historic Capitol Hill
R19 287 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Izindlu Zoosomashishini

Indawo onokuhlala kuyo eWashington

Abantu basekuhlaleni bachaza ezona ndawo ziphambili abazicebisayo kwingingqi yabo ukuze bakuncede ufumane le uza kuthi likhaya lakho xa ukuhambo lwakho.

Ifoto ye- Georgetown
GeorgetownOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniImifanekiso · Imbali · Kuthule
Ifoto ye- Adams Morgan
Adams MorganOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniKuthule · Unikumdla · Imbali
Ifoto ye- Dupont Circle
Dupont CircleOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniI-Bohemia · Imbali · Kuthule

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.