Iindawo Zokurenta Inyanga eVilla Cerro Castillo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu yamaplanga e-CL
I-Cabañas Sueño Patagón (ummandla we-XI Aysén Chile)
9 Dis – 6 Jan
YiR48 540 ZAR ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Villa Cerro Castillo
Indlu yamaplanga iArroyo el Bosque,iVilla Cerro Castillo, Aysen
2–30 Jan
YiR28 075 ZAR ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-53
ISuperhost
Inqugwala e-CL
I-Cabña "Estancia Patagona", iSueño Patagón plot
11 Epr – 9 Mey
YiR24 271 ZAR ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-33
Ithandwa zindwendwe
Inqugwala e-Villa Cerro Castillo
Descanso Patagon, Sleep Cabins Patagon XI kummandla
16 Feb – 16 Mat
YiR42 473 ZAR ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-35

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.