Iindawo Zokurenta Inyanga eVilankulos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Vilanculos
Indlu entle ekufutshane nolwandle
1–29 Dis
YiR62 190 ZAR ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
ISuperhost
Indlu e-Vilanculos
I-Casa Branca
18 Mat – 15 Epr
YiR29 001 ZAR ngenyanga
4.71 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-31
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Vilanculos
I-Casa Limoeiro
24 Aga – 21 Sep
YiR65 251 ZAR ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-33
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Vilankulos
I-VillaFour@Tsai-Tsai
2–30 Nov
YiR186 778 ZAR ngenyanga
4.71 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.