Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTel Aviv-Yafo

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 4.24 kwayi 5; Izimvo eziyi-17
Jaffantin - Gorgious Studio Apartment//Balcony
R10 522 ngenyanga
SUPERHOSTIflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 4.83 kwayi 5; Izimvo eziyi-40
Urbanil- inbetween City and Sea
R19 202 ngenyanga
SUPERHOSTIgumbi lasehostelaUmanqaku 4.76 kwayi 5; Izimvo eziyi-37
❤ 1m Rothschild Blv ☆ Shared Rooftop ☆ Smart TV
R17 536 ngenyanga
Igumbi lakho lokulalaUmanqaku 3.78 kwayi 5; Izimvo eziyi-9
Private room next to Carmel Market
R18 780 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Indawo Ekukho Umntu Oncedisayo Kuyo

Indawo onokuhlala kuyo eTel Aviv-Yafo

Abantu basekuhlaleni bachaza ezona ndawo ziphambili abazicebisayo kwingingqi yabo ukuze bakuncede ufumane le uza kuthi likhaya lakho xa ukuhambo lwakho.

Ifoto ye- Neve Tzedek
Neve Tzedek
Ifoto ye- Florentin
Florentin
Ifoto ye- Jaffa
Jaffa
Ifoto ye- Kerem HaTeimanim
Kerem HaTeimanim
Ifoto ye- Ajami
Ajami
Ifoto ye- Old City
Old City

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.