Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSan Antonio

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

SUPERHOSTIndlu enevaranda yonkeUmanqaku 4.85 kwayi 5; Izimvo eziyi-13
Tobin hill bungalow close to EVERY THING.
R15 415 ngenyanga
SUPERHOSTIgumbi lakho lokulalaUmanqaku 4.88 kwayi 5; Izimvo eziyi-43
1. Clean&Quiet Private Room, Close 2 Downtown!
R8 679 ngenyanga
SUPERHOSTIgumbi elinomnyango ophumela ngaphandle yonkeUmanqaku 4.67 kwayi 5; Izimvo eziyi-3
Furnished House Studio with Private Entrance
R18 685 ngenyanga
SUPERHOSTIndlu engasemva yonkeUmanqaku 4.87 kwayi 5; Izimvo eziyi-198
Casa Alexander
R16 480 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Izindlu Zoosomashishini

Indawo onokuhlala kuyo eSan Antonio

Abantu basekuhlaleni bachaza ezona ndawo ziphambili abazicebisayo kwingingqi yabo ukuze bakuncede ufumane le uza kuthi likhaya lakho xa ukuhambo lwakho.

Ifoto ye- King William
King William
Ifoto ye- Southtown
Southtown
Ifoto ye- Alamo Plaza
Alamo Plaza

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.