Iindawo Zokurenta Inyanga eSam Khok
Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.
Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi
ISuperhost
Iflethi e-Tambon Khlong Nung
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8I-condo yegumbi lokulala eliyi-1 ecaleni kweYunivesithi yaseBangkok.
Ithandwa ziindwendwe
Iflethi e-Don Mueang
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42Igumbi elihonjiswe ngendlela ye-resort, kufutshane ne-MassachusettsK, e-Skytrain
Ithandwa ziindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Amphoe Mueang Nonthaburi
5 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101BD - phambi kweMRT/ Ipuli Yophahla/ Umgangatho Ophezulu
ISuperhost
Iflethi e-Pathum Thani
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17I-MT Resident Condominium phambi kweWat Dharmakrai esitratweni.
Izinto ezenza kuhlaleke kamnandi namaxabiso amahle enyanga
Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide
Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji
Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga
Iindawo onokuya kuzo
- ENew YorkĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBarcelonaĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EFlorenceĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAtheneĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- E-MiamiĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EMontrealĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESeattleĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBerlinĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- E-ParisĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- ERio de JaneiroĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAmsterdamĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EIstanbulĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- ELisbonĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- ERomaĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- ECopenhagenĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EPortlandĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- Buenos AiresĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EKapaĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- ELondonĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- ETokyoĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESydneyĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAustinĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EPragueĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EViennaĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESan FranciscoĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EHamburgĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- Washington DCĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EVancouverĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBrusselsĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- E-Los AngelesĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EMunichĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBangkokĀ Iindawo Zokurenta Inyanga
- Jomtien BeachĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Pattaya BeachĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Cha-amĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Bangsaen BeachĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Ko LanĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Phra Nakhon Si AyutthayaĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
- NonthaburiĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Si RachaĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Bang SareĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Hua HinĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Pattaya CityĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
- EBangkokĀ Iindawo eziqeshisayo zeholide
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.