Iindawo Zokurenta Inyanga ePraia do Sossego

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Pilar
Indlu enobuhlobo esentliziyweni yeItamaracá Island.
17 Aga – 14 Sep
YiR10 119 ZAR ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Goiana
Casa Fulô, polinizando afetos!
25 Epr – 23 Mey
YiR10 307 ZAR ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
ISuperhost
Iflethi e-Ilha de Itamaracá
I-Manga Verde Beach 12: Iphuli kunye ne-Ocean View
21 Mey – 18 Jun
YiR18 149 ZAR ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-55
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Pilar
I-Baía de Coral - Iflethi esemgangathweni engaselwandle
18 Mey – 15 Jun
YiR17 482 ZAR ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-37

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.