Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga ePort Rexton

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Port Rexton
IMiddle Hill Cottage: Hamba uye eSkerwink/Kwindawo Yotywala
1–29 Nov
YiR66 841 ZAR ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Port Rexton
I-Hood 's Beach House
24 Dis – 21 Jan
YiR52 766 ZAR ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Port Rexton
I-Salmon Cove Cabin: Ibhafu Enamanzi Ashushu, Ukunyuka intaba, ukuloba.
28 Sep – 26 Okt
YiR58 365 ZAR ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Champney's West
I-Ocean Blue
13 Jan – 10 Feb
YiR67 239 ZAR ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePort Rexton

Skerwink Trailbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Port Rexton Brewery + Tap Roombayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Two Whales Coffee Shopbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fishers' Loft Innbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Champney's West Aquariumbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fox Island Trailbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.