Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMonona

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

I-townhouse yonkeUmanqaku 4.55 kwayi 5; Izimvo eziyi-163
Convenient and comfortable home near waterfront
R26 233 ngenyanga
SUPERHOSTIflethi eqeshisayo yonke
The Tree House. Third floor on top of the world!
R21 175 ngenyanga
SUPERHOSTIgumbi lakho lokulalaUmanqaku 4.89 kwayi 5; Izimvo eziyi-197
Cozy East Madison Bungalow
R16 603 ngenyanga
SUPERHOSTIgumbi lakho lokulalaUmanqaku 4.96 kwayi 5; Izimvo eziyi-116
Sunny Bedroom in a Cozy East Side House
R16 363 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.