Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLinton

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 4.82 kwayi 5; Izimvo eziyi-103
Banksy Barn Conversion near Cambridge - The Annexe
R33 153 ngenyanga
SUPERHOSTIndlu engasemva yonkeUmanqaku 4.66 kwayi 5; Izimvo eziyi-388
Cosy Cottage adjoins 1836 Windmill Tower
R26 523 ngenyanga
SUPERHOSTIflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 5 kwayi 5; Izimvo eziyi-56
Garden Studio*close to M11/A11/SCIENCE PARKS*
R24 305 ngenyanga
SUPERHOSTIndlu esemaphandleni yonkeUmanqaku 4.97 kwayi 5; Izimvo eziyi-326
Barn conversion with great views.
R33 274 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.