Iindawo Zokurenta Inyanga eLahat

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Ipoh
I-Tung 's Tropika @ enenqugwala leplanga ecaleni kwechibi
28 Epr – 26 Mey
YiR25 064 ZAR ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
ISuperhost
Indlu e-Ipoh
Marx Homestay (8pax)
19 Nov – 17 Dis
YiR13 283 ZAR ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8
ISuperhost
Iflethi e-Ipoh
Comfy Stay @ Water Park Manhattan Ipoh, Station 18
11 Jul – 8 Aga
YiR16 364 ZAR ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ipoh
* * * Little Green bird Lakefront Homestay (6 pax)
20 Epr – 18 Mey
YiR17 732 ZAR ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLahat

Watsonsbayi 64 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tesco Station 18bayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
AEON Station 18, Ipohbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McDonald's Pengkalanbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
TF Value-Mart Panaroma Lapangan Perdana Ipohbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tgv Cinemasbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.