Iindawo Zokurenta Inyanga eKirchdorf an der Krems District

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Molln
Indlu esemaphandleni enendawo yokubasa umlilo kwipaki yelizwe
30 Aga – 27 Sep
YiR50 174 ZAR ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-305
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Steyr
Iflethi kwidolophu endala yaseSteyr
28 Jul – 25 Aga
YiR19 282 ZAR ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-265
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Breitenau
I-Mansard kwindlu yamaplanga enobusi
27 Aga – 24 Sep
YiR39 182 ZAR ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Steyrling
I-Urlebnis II Guest suite Lärche kunye ne-sauna kunye ne-fireplace
22 Okt – 19 Nov
YiR61 986 ZAR ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.