Iindawo Zokurenta Inyanga eKaunas County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kaunas
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo ekwisithili esi
25 Sep – 23 Okt
YiR13 579 ZAR ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-276
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kaunas
I-Telegrafas MCM Apt kunye neCathedral View
3–31 Okt
YiR22 096 ZAR ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-187
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kaunas
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eKaunas City Centre
29 Sep – 27 Okt
YiR16 581 ZAR ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kaunas
Mini studio in Laisvės av.!
25 Jun – 23 Jul
YiR16 028 ZAR ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.