Iindawo Zokurenta Inyanga eGenevilla
Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.
Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi
Ithandwa ziindwendwe
Iflethi eqeshisayo e-Logroño
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115EQAQAMBILEYO, ETOFOTOFO NEDOLOPHU
Ithandwa ziindwendwe
Iflethi eqeshisayo e-Fuenmayor
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-399I-Kasa Karmen
Ithandwa ziindwendwe
Iflethi eqeshisayo e-Logroño
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-385I-Casa Eladia. I-Plaza del Mercado, kwicawa.
Ithandwa ziindwendwe
Indlu e-Leorza
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-285Indlu Yesintu YaseBasque
Izinto ezenza kuhlaleke kamnandi namaxabiso amahle enyanga
Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide
Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji
Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.