
Iindawo Zokurenta Inyanga eDrina
Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.
Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi
Eyona ithandwa zindwendwe

Amaphenyana azizindlu e-Rastište
5 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29Indlu engasechibini iTara
Eyona ithandwa zindwendwe

Indlu eyenziwe ngomhlaba e-Mokra Gora
5 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-83I-Zemunica Resimic
Eyona ithandwa zindwendwe

Indlu yamaplanga e-Zlatibor
5 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16I-Jacuzzi Mountain House
ISuperhost

Indlu yamaplanga e-Perućac
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-52Indlu edadayo yaseKuca Plutajuca
Izinto ezenza kuhlaleke kamnandi namaxabiso amahle enyanga
Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide
Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji
Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga
Iindawo onokuya kuzo
- New York Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBarcelona Iindawo Zokurenta Inyanga
- EFlorence Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAthene Iindawo Zokurenta Inyanga
- E-Miami Iindawo Zokurenta Inyanga
- EMontreal Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESeattle Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBerlin Iindawo Zokurenta Inyanga
- E-Paris Iindawo Zokurenta Inyanga
- ERio de Janeiro Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAmsterdam Iindawo Zokurenta Inyanga
- EIstanbul Iindawo Zokurenta Inyanga
- ELisbon Iindawo Zokurenta Inyanga
- ERoma Iindawo Zokurenta Inyanga
- ECopenhagen Iindawo Zokurenta Inyanga
- EPortland Iindawo Zokurenta Inyanga
- Buenos Aires Iindawo Zokurenta Inyanga
- EKapa Iindawo Zokurenta Inyanga
- ELondon Iindawo Zokurenta Inyanga
- ETokyo Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESydney Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAustin Iindawo Zokurenta Inyanga
- EPrague Iindawo Zokurenta Inyanga
- EVienna Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESan Francisco Iindawo Zokurenta Inyanga
- EHamburg Iindawo Zokurenta Inyanga
- Washington DC Iindawo Zokurenta Inyanga
- EVancouver Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBrussels Iindawo Zokurenta Inyanga
- Los Angeles Iindawo Zokurenta Inyanga
- EMunich Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBangkok Iindawo Zokurenta Inyanga
- Iindawo eziqeshisayo ezinebhafu enamanzi ashushu Drina
- Iindawo eziqeshisayo ezinepuli Drina
- Izindlu eziqeshisayo ezilungele ukuba kujinywe kuzo Drina
- Iindawo eziqeshisayo ezine-kayak Drina
- Iindawo eziqeshisayo okwaziyo ukuya ngqo elwandle xa ukuzo Drina
- Izikhephe ezizizindlu eziqeshisayo Drina
- Iindawo eziqeshisayo ezikufuphi ne-skiing Drina
- Izindlu ezinendawo yokuphola eziqeshisayo Drina
- Izindlu ezisemaphandleni eziqeshisayo Drina
- Izindlu eziqeshisayo ezikuvumelayo ukutshaya Drina
- Izindlu eziqeshisayo ezineziko Drina
- Izindlu eziqeshisayo ezine-sauna Drina
- Izindlu eziqeshisayo ezinendawo yokungena echibini Drina
- Izindlu eziqeshisayo ezinendawo yokubasa umlilo Drina
- Izindlu eziqeshisayo ezinesidlo sakusasa Drina
- Izindlu zeholide ezakhiwe ngamaplanga eziqeshisayo Drina
- Izindlu eziqeshisayo Drina
- Iindawo eziqeshisayo eziphambi kolwandle Drina
- Izindlu eziqeshisayo ezilungele izilwanyana zasekhaya Drina
- Iindawo eziqeshisayo ezinomatshini wokuhlamba nowokomisa impahla Drina
- Izindlu zamaplanga eziqeshisayo Drina
- Izindlu ezingasemva eziqeshisayo Drina
- Iindawo eziqeshisayo ezilungele iintsapho Drina
- Izindlu eziqeshisayo ezineveranda Drina
- Iindawo eziqeshisayo eziligumbi lokulala elinethoyilethi Drina
- Iiflethi okanye izindlu ekwicomplex eziqeshisayo Drina
- Iiflethi eziqeshisayo Drina
- Iindawo eziqeshisayo ezineendawo zokuhlala phandle Drina
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.











