Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDavenport

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

SUPERHOSTIgumbi lakho lokulalaUmanqaku 4.85 kwayi 5; Izimvo eziyi-48
Enjoy the Serenity of European Style House
R13 173 ngenyanga
Indlu enendawo yokuphola yonkeUmanqaku 5 kwayi 5; Izimvo eziyi-6
Heated pool villa with traeger near Disney
R61 995 ngenyanga
SUPERHOSTIndlu ekumhlaba osikelwe izindlu yonkeUmanqaku 4.85 kwayi 5; Izimvo eziyi-47
Clean/disinfected home available
R35 130 ngenyanga
Igumbi lakho lokulalaUmanqaku 5 kwayi 5; Izimvo eziyi-13
sunny room and comfrtable
R14 392 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Izindlu Zoosomashishini

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.