Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDallas

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 4.37 kwayi 5; Izimvo eziyi-57
✪DIFFRENT Art Deco Apt | Social Distance DISCOUNT✪
R11 572 ngenyanga
SUPERHOSTIflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 5 kwayi 5; Izimvo eziyi-5
Private space in Bishop Arts
R14 465 ngenyanga
SUPERHOSTIflethi eqeshisayo yonkeUmanqaku 4.86 kwayi 5; Izimvo eziyi-63
Bishop Arts District Paradise (nr downtown)
R18 966 ngenyanga
Igumbi lakho lokulalaUmanqaku 4.75 kwayi 5; Izimvo eziyi-121
Tiny Room In Vintage House Of Backpackers & Nomads
R8 036 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Izindlu Zoosomashishini

Indawo onokuhlala kuyo eDallas

Abantu basekuhlaleni bachaza ezona ndawo ziphambili abazicebisayo kwingingqi yabo ukuze bakuncede ufumane le uza kuthi likhaya lakho xa ukuhambo lwakho.

Ifoto ye- Bishop Arts District
Bishop Arts District
Ifoto ye- Uptown
Uptown
Ifoto ye- Lower Greenville
Lower Greenville

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.