Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCebu City

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonkeUmanqaku 4.94 kwayi 5; Izimvo eziyi-35
Studio in Prime Cebu IT Park!
R6 977 ngenyanga
SUPERHOSTIflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonkeUmanqaku 5 kwayi 5; Izimvo eziyi-6
Mivesa Building 2, Lahug, Cebu city
R3 162 ngenyanga
Iflethi eqeshisayo yonke
NEW HIGH SPEED WIFI 25F AVIDA RIALA IT PARK,CEBU
R7 237 ngenyanga
Igumbi lakho lokulalaUmanqaku 4.56 kwayi 5; Izimvo eziyi-71
Cebu IT Park AVIDA RIALA Tower 2 Condo Studio Type
R6 123 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Indawo Ekukho Umntu Oncedisayo Kuyo

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.