Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBrooklyn

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

SUPERHOSTIgumbi lakho lokulalaUmanqaku 5 kwayi 5; Izimvo eziyi-4
Wilson’s place ( Room#2)
R8 266 ngenyanga
Iflethi eqeshisayo yonke
700 sqr ft private space in Williamsburg
R15 223 ngenyanga
SUPERHOSTIgumbi lakho lokulalaUmanqaku 5 kwayi 5; Izimvo eziyi-8
Bright Comfortable Cozy room with skylight for 1
R10 388 ngenyanga
Igumbi lakho lokulalaUmanqaku 5 kwayi 5; Izimvo eziyi-7
Simple and comfortable 3
R10 817 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo
Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Fumana iindawo zokuhlala ezikwenza uhlale zava namaxabiso amahle kwiindawo zokuqeshisa kangangenyanga

  • Inendawo yomntu wonke
  • Abasebenzi abasoloko besendleleni
  • Iindawo zokuya ezipholileyo
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile

Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga

  • Ikhitshi
  • I-Wifi
  • Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
  • Indawo yokusebenzela
  • Ukupaka eyadini
  • Ijimu
  • Izindlu Zoosomashishini

Indawo onokuhlala kuyo eBrooklyn

Abantu basekuhlaleni bachaza ezona ndawo ziphambili abazicebisayo kwingingqi yabo ukuze bakuncede ufumane le uza kuthi likhaya lakho xa ukuhambo lwakho.

Ifoto ye- Union Square
Union SquareOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniI-Hip · Ukuphucula · Kuthule
Ifoto ye- SoHo
SoHoOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniI-Hip · Zoshishino · Kuthule
Ifoto ye- Williamsburg
WilliamsburgOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniZoshishino · I-Hip · Isefeshinini
Ifoto ye- Dumbo
DumboOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniZoshishino · I-Hip · Imbali
Ifoto ye- Chinatown
ChinatownOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniI-Hip · Kuthule · Unikumdla
Ifoto ye- West Village
West VillageOko kuthethwa ngabantu basekuhlaleniI-Bohemia · Kuthule · Imbali

Iindawo ezithandwayo zokuhlala ixesha elide

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.