Iindawo Zokurenta Inyanga eAzeffoun

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tigzirt
Bel appartement
24 Feb – 24 Mat
YiR14 500 ZAR ngenyanga
4.73 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Iflissen
Isitudiyo esihle esingaselwandle
18 Nov – 16 Dis
YiR14 823 ZAR ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tizi Ouzou
iflethi okanye indlu ekwic
31 Dis – 28 Jan
YiR18 689 ZAR ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Beni Ksila
Indlu enendawo yokuphola enepuli entle
17 Mat – 14 Epr
YiR121 412 ZAR ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.