
Iindawo Zokurenta Inyanga eENamibia
Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.
Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi
Ithandwa ziindwendwe

Ifama e-Gobabis
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40Indlu Yamaplanga Ephuma Inyanga
ISuperhost

Indlu e-Walvis Bay
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-73I-Silver Sands Beach Villa
Eyona ithandwa zindwendwe

Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Walvis Bay
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151Iindawo Zokuhlala Ezitofotofo
Eyona ithandwa zindwendwe

Indlu encinci e-Windhoek
5 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-79I-BellaTiny House ne-Gypsy Wagon - eneendawo ezintle
Izinto ezenza kuhlaleke kamnandi namaxabiso amahle enyanga
Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide
Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji
Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga
Iindawo onokuya kuzo
- New Yorkย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBarcelonaย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EFlorenceย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAtheneย Iindawo Zokurenta Inyanga
- E-Miamiย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EMontrealย Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESeattleย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBerlinย Iindawo Zokurenta Inyanga
- E-Parisย Iindawo Zokurenta Inyanga
- ERio de Janeiroย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAmsterdamย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EIstanbulย Iindawo Zokurenta Inyanga
- ELisbonย Iindawo Zokurenta Inyanga
- ERomaย Iindawo Zokurenta Inyanga
- ECopenhagenย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EPortlandย Iindawo Zokurenta Inyanga
- Buenos Airesย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EKapaย Iindawo Zokurenta Inyanga
- ELondonย Iindawo Zokurenta Inyanga
- ETokyoย Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESydneyย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAustinย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EPragueย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EViennaย Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESan Franciscoย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EHamburgย Iindawo Zokurenta Inyanga
- Washington DCย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EVancouverย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBrusselsย Iindawo Zokurenta Inyanga
- Los Angelesย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EMunichย Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBangkokย Iindawo Zokurenta Inyanga
- Iiflethi eziqeshisayoย Namibia
- Izindlu eziqeshisayo ezinomntu oncedisayoย Namibia
- Ii-townhouse eziqeshisayoย Namibia
- Izindlu ezingasemva eziqeshisayoย Namibia
- Izindlu eziqeshisayo ezinendawo yokungena echibiniย Namibia
- Izindlu ezinendawo yokuphola eziqeshisayoย Namibia
- Izindlu ezikwifama eziqeshisayoย Namibia
- Iindawo zokukhempisha eziqeshisayoย Namibia
- Iindawo eziqeshisayo eziphambi kolwandleย Namibia
- Iiloji eziqeshisayo ezenzelwe ukulondoloza indaloย Namibia
- Iindawo eziqeshisayo ezinepuliย Namibia
- Izindlu eziqeshisayo ezilungele izilwanyana zasekhayaย Namibia
- Amagumbi ehoteleย Namibia
- Iiflethi okanye izindlu ekwicomplex eziqeshisayoย Namibia
- Iindawo eziqeshisayo ezilungele iintsaphoย Namibia
- Izindlu eziqeshisayo ezinesidlo sakusasaย Namibia
- Iindawo eziqeshisayo ezinebhafu enamanzi ashushuย Namibia
- Ii-loft eziqeshisayoย Namibia
- Iindawo eziqeshisayo eziligumbi lokulala elinethoyilethiย Namibia
- Iihoteleย Namibia
- Iindawo eziqeshisayo eziphambi kolwandleย Namibia
- Iindawo eziqeshisayo okwaziyo ukuya ngqo elwandle xa ukuzoย Namibia
- Izindlu zeholide ezakhiwe ngamaplanga eziqeshisayoย Namibia
- Iindawo zeholide eziqeshisayoย Namibia
- IiBed and breakfastย Namibia
- Iintente Eziqheshisayoย Namibia
- Izindlu eziqeshisayoย Namibia
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.











