
Iindawo Zokurenta Inyanga eLunde
Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.
Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi
Ithandwa ziindwendwe

I-loft e-Outrup
I-loft ethandekayo yabantu aba-4 kwi-6855 Outrup
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128Ithandwa ziindwendwe

Indlu yamaplanga e-Nørre Nebel
Indlu yamaplanga uNørre Nebel
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-431Ithandwa ziindwendwe

Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Nørre Nebel
Kwi-Blåbjell plantation
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-331ISuperhost

Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Norre Nebel
Ikhaya elitofotofo elisecaleni koLwandle lwaseMntla
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-49Izinto ezenza kuhlaleke kamnandi namaxabiso amahle enyanga
Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide
Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala
Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.
Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo
Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*
Amaxabiso enyanga alula
Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*
Bhukisha ngokuzithemba
Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.
Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji
Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.
Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?
UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
Izinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo kwiindawo zokurenta inyanga
Iindawo onokuya kuzo
- New York Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBarcelona Iindawo Zokurenta Inyanga
- EFlorence Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAthene Iindawo Zokurenta Inyanga
- E-Miami Iindawo Zokurenta Inyanga
- EMontreal Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESeattle Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBerlin Iindawo Zokurenta Inyanga
- E-Paris Iindawo Zokurenta Inyanga
- ERio de Janeiro Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAmsterdam Iindawo Zokurenta Inyanga
- EIstanbul Iindawo Zokurenta Inyanga
- ELisbon Iindawo Zokurenta Inyanga
- ERoma Iindawo Zokurenta Inyanga
- ECopenhagen Iindawo Zokurenta Inyanga
- EPortland Iindawo Zokurenta Inyanga
- Buenos Aires Iindawo Zokurenta Inyanga
- EKapa Iindawo Zokurenta Inyanga
- ELondon Iindawo Zokurenta Inyanga
- ETokyo Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESydney Iindawo Zokurenta Inyanga
- EAustin Iindawo Zokurenta Inyanga
- EPrague Iindawo Zokurenta Inyanga
- EVienna Iindawo Zokurenta Inyanga
- ESan Francisco Iindawo Zokurenta Inyanga
- EHamburg Iindawo Zokurenta Inyanga
- Washington DC Iindawo Zokurenta Inyanga
- EVancouver Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBrussels Iindawo Zokurenta Inyanga
- Los Angeles Iindawo Zokurenta Inyanga
- EMunich Iindawo Zokurenta Inyanga
- EBangkok Iindawo Zokurenta Inyanga
- Amsterdam Iindawo eziqeshisayo zeholide
- E-Copenhagen Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Oslo Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Hamburg Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Gothenburg Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Aarhus Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Malmo Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Utrecht Iindawo eziqeshisayo zeholide
- IHanoveri Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Zandvoort Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Stavanger Iindawo eziqeshisayo zeholide
- Kristiansand Iindawo eziqeshisayo zeholide
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.










