Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza
Umbuki zindwendwe

Printa iirisithi neenkcukacha zemali ebhatelweyo yokubhukisha okugqityiweyo

You can print payout details for individual reservations or export all payouts and transactions from a set period of time in a CSV file.

Ukuze uprinte irisithi yokubhukisha:

Printa irisithi yokubhukisha kwikhompyutha

  1. Cofa kwindawo ethi Namhlanje > Ukubhukisha
  2. Cofa kwindawo ethi Okugqityiweyo
  3. Cofa indawo ethi Iinkcukacha ekubhukisheni ofuna ukukuprinta
  4. Cofa indawo ethi Printa

Ukuze uthumele ifayile yeCSV yeenkcukacha zakho zokubhatalwa

Thumela ifayile ye.csv yengeniso kwikhompyutha

  1. Cofa kwindawo ethi Ingeniso
  2. Yiya kwindawo ethi Ezayo okanye ingxelo yemali engenileyo nephumileyo
  3. Hluza izindlu, iindlela zokubhatalwa, neentsuku ozifunayo
  4. Cofa kwindawo ethi Fumana ingxelo
  5. Lungisa iindawo zakho zokufaka inkcazelo
  6. Khetha ethi Vula kwisixhobo sakho okanye ethi Imeyila ingxelo yakho

Ifayile yeCSV inokuvulwa nangeyiphi na inkqubo ye-spreadsheet eqhelekileyo (njengoMicrosoft Excel, uGoogle Docs, okanye uApple Numbers). Esi si-spreadsheet siquka inkcazelo eyongezelelekileyo, njengengxelo yemali engenileyo nephumileyo, imali yeenkonzo Zombuki Zindwendwe okanye imali yokucoca (ukuba uyayibhatalisa) nengeniso epheleleyo nayo nayiphi na irhafu ebanjiweyo yengeniso nganye.  

Eli nqaku likuncedile?

Amanqaku asondele kweli

Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti