Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza

Faka umntu ekunokuqhakamshelwana naye kwimeko yongxamiseko

Say you find yourself in an emergency—it’s good for us to have a contact on file to help you out. You can add up to 4 contacts to your account.

Ukuze ufake abantu ekuza kuqhakamshelwana nabo kwimeko yongxamiseko

Ukufaka abantu ekuza kuqhakamshelwana nabo kwimeko yongxamiseko

  1. Cofa kwindawo ethi Iprofayile > Iakhawunti > Inkcazelo yobuqu
  2. Yiya kwethi Umntu wemeko yongxamiseko , uze ucofe ethi Lungisa
  3. Faka igama lomntu ekuza kuqhakamshelana naye kwimeko yongxamiseko, indlela ahlobene ngayo nawe, ulwimi oluthandayo, i-imeyile, ikhowudi yelizwe, nenombolo yefowuni
  4. Cofa kwindawo ethi Gcina

Ungafaka abantu abangakumbi okanye ususe umntu osele efakiwe. Vela nje ucofe kwindawo ethi Faka inombolo entsha yeemeko zongxamiseko okanye Susa.

Eli nqaku likuncedile?

Amanqaku asondele kweli

Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti