Qhakamshelana Noncedo Lwabamelwane

Faka inkcazelo yokuqhakamshelana nawe ibe umntu okwiqela lethu Lokunceda Abamelwane uza kukufowunela ngokukhawuleza kangangoko kunokwenzeka. Ukuba kuyafuneka, uza kunikwa itoliki.

Ukuze uncedwe ngokubhukisha, ukubuka iindwendwe okanye iakhawunti yakho, qhakamshelana neAirbnb Support—iqela lethu Lokunceda Abamelwane lifumaneka kuphela ukuze lincede ngeengxaki ezinento yokwenza nokuhlala neendwendwe kwikhaya lakho kwingingqi yakho.