Indlu enkulu yoMlambo

Great River House

  1. Iindwendwe eziyi-10
  2. Amagumbi okulala ayi-5
  3. Iibhedi eziyi-5
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-5
Welcome to a luxury vacation rental located in the fabulous Montego Bay area of Jamaica. Built in 1956 by a member of the Du Pont family, and recently renovated by modernist architect Tom Reed, Great River House is located in a private gated neighborhood, the entire property…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe

Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu

Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Ehamba nale ndawo

Izinto ezibalulekileyo onokuzilindela xa ubhukisha le ndawo.
Ukunyamekela indlu
Umpheki
Umqeshwa ophambili

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Cook
Waitstaff
Umqhubi
Bartender
Unogada wezokhuselo
Nanny
Villa manager
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Ibala lentenetya
Indawo yokubhukuda (infinity pool)
I-putting green
I-Croquet
Ishawari ephandle
Indawo yokubasa

Ngaphakathi

Imidlalo yebhodi
Umatshini wokudlala ii-DVD
Iofisi
I-Apple TV
Izixhobo zomculo
Ibhari

Ilungele Intsapho

Izixhobo zabantwana

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa nokuqinisekiswa okunamanqaku ayi-300
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

4.60 out of 5 stars from 5 reviews

Indawo

Montego Bay, Saint James, Jamaica

Isikhululo seenqwelo-moya

Sangster International Airport (MBJ)
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-19

Iilwandle

Half Moon Beach
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-49
Mahogany Beach
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-110
Bamboo Beach
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-114

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya

Ezempilo nokhuseleko

Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-R23049

Imithetho engokurhoxa