Dlulela kumxholo
    Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo
    Izinto ezintsha nge-COVID-19
    Ukuze ufumane iindlela zokurhoxisa nezokubuyiselwa imali onokukhetha kuzo, khetha ukubhukisha kwiphepha elithi Uhambo. Ipolisi yethu yemeko ongenakuyinceda isebenza kukubhukisha okuthile kuphela. Sinikezela ngenkcazelo ehlaziyiweyo nge-1 nange-15 nyanga nganye.

    Izithintelo namacebiso okuhamba karhulumente

    Jonga ezi linki zingezantsi ukuze ufumane imiyalelo nemithetho karhulumente ephathelele iCOVID-19. Izinto ezithethwa ngurhulumente zihlala zitshintsha, ngoko nceda umane ujonga ukuze ufumane ezakutshanje uze ujonge nakurhulumente wakho wasekuhlaleni okanye elizweni lakho ukuze ufumane inkcazelo esexesheni.