Ikhalenda nokubhukisha
Ikhalenda nokubhukisha
- Indlela yokuyenza
Indlela okusebenza ngayo ukubhukisha Kwizinto Ezinokonwatyelwa
Iindwendwe kufuneka zihlole izinto ozifunayo ngaphambi kokuba zibhukishe. Ungathumelela iindwendwe zakho umyalezo ukuze nazane kakuhle ngaph… - Indlela yokuyenza
Ukutshintsha ukufumaneka kwakho njengoMbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Ungatshintsha izinto ezithile kwiKhalenda yakho Yento Enokonwatyelwa, kodwa ukuba ezo ntsuku zibhukishiwe, undwendwe lwakho kuza kufuneka lu… - Indlela yokuyenza
Ndisifumana njani isiqinisekiso zokubhukishwa kwento anokuzonwabisa ngayo umntu endiza kuyiqhuba?
Ungahlola ukubhukishwa kwakho kwideshibhodi yombuki zindwendwe wento enokonwatyelwa, ibe uza kufumana nesiqinisekiso ngeimeyile qho into yak… - Indlela yokuyenza
Ndingawabeka njani amaxesha okucima ukuzonwabisa?
Ungasebenzisa iisetingi zokubhukisha ukuze wenze amaxesha amabini okugqiba: ixesha lokufumana ukubhukisha kwakho kokuqala nelokubhukisha kok… - Indlela yokuyenza
Ukubeka ixesha lamaxesha athile aphindaphindayo Ento yakho Enokonwatyelwa
Ungafaka, ulungise uze ususe amaxesha athile aliqela Ento yakho Enokonwatyelwa ngexesha elinye kwiKhalenda yakho. - Indlela yokuyenza
Misa okwethutyana into yakho enokonwatyelwa
Ungamisa izinto ezinokonwatyelwa kwideshibhodi yakho yombuki zindwendwe wento enokonwatyelwa. Kuza kufuneka ukuhoye nakuphi na ukubhukisha o… - Indlela yokuyenza
Hlola ifoto yeprofayile yondwendwe
Iifoto zinokungafumaneki de kube kuqinisekisiwe okanye kusenokwenzeka ukuba akukho foto esele ifakiwe lundwendwe.