Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo. Veza ulwimi lokuqala

Inethiwekhi yababuki zindwendwe abancedisayo La Pobla de Farnals

Inethiwekhi Yababuki Zindwendwe Abancedisayo yenza kube lula ukuqesha umbuki zindwendwe oncedisayo wasekuhlaleni onamava ukuze ahoye indawo neendwendwe zakho.

Ababuki zindwendwe abancedisayo banganceda ngento enye okanye ngayo yonke into

Ukwenza indlu

Ukubeka amaxabiso neentsuku ofumaneka ngazo

Ukulawula izicelo zokubhukisha

Ukuthumela imiyalezo kundwendwe

Ukuncedwa ngeendwendwe ukwindawo

Ukucoca nokulungisa izinto

Ukufota indlu

Ukuhombisa ngaphakathi

Iilayisensi neemvume zokubuka iindwendwe

Ezinye iinkonzo

Ababuki zindwendwe abancedisayo basekuhlaleni ngabona bafanelekileyo

Ababuki zindwendwe abancedisayo kwingingqi yakho bangakunceda uthobele imithetho yasekuhlaleni uze wenze indawo yakho ibe phambili.

Veronica

Valencia, Spain

Ndiqale kwiminyaka eyi-4 edlulileyo ndiqeshisa ngendlu yentsapho, ndakhula ndinceda abanye abantu ibe kulo nyaka ndaqalisa ishishini lam elincinci eCosta de Valencia.

4.75
umlinganiselo wondwendwe
3
iminyaka ebuka iindwendwe

Ana

Port de Sagunt, Spain

Ndiqalise ukuqeshisa ngeflethi yam ibe ngoku ndinceda abanye ababuki zindwendwe benze into yabo enokonwatyelwa yokuqeshisa ngeholide ibe lula ize ibe nomvuzo.

4.93
umlinganiselo wondwendwe
11
iminyaka ebuka iindwendwe

Pablo

Valencia, Spain

Ndingumntu oshishina nonomdla wokwazi, ndikhuthazwa ukuba ndenze iiprojekthi ndize ndihlole amacebiso amatsha. Ndiyakuvuyela ukuhamba nokufunda ngeenkcubeko ezintsha.

4.74
umlinganiselo wondwendwe
5
iminyaka ebuka iindwendwe

Kulula ukuqalisa

  1. 01

    Faka indawo ekuyo indawo yakho

    Jonga ababuki zindwendwe abancedisayo abafumaneka eLa Pobla de Farnals, neeprofayile zabo, nemilinganiselo yeendwendwe.
  2. 02

    Yazi abanye ababuki zindwendwe abancedisayo

    Thumela umyalezo kubabuki zindwendwe abancedisayo abaninzi kangangoko ufuna, ibe xa sele ukulungele, mema omnye wabo ukuba abe ngumbuki zindwendwe wakho oncedisayo.
  3. 03

    Sebenzisana ngokulula

    Thumela umyalezo ngqo kumbuki zindwendwe wakho oncedisayo, mnike imvume yokungena kwikhalenda yakho, nokungakumbi.

Imibuzo edla ngokubuzwa

Fumana ababuki zindwendwe abancedisayo kwiindawo zakho