Inethiwekhi yababuki zindwendwe abancedisayo Berg
Inethiwekhi Yababuki Zindwendwe Abancedisayo yenza kube lula ukuqesha umbuki zindwendwe oncedisayo wasekuhlaleni onamava ukuze ahoye indawo neendwendwe zakho.
Awuqinisekanga ukuba ungaqala phi?
Sinike iinkcukacha ezimbalwa, ibe siza kuqhakamshelana nawe ukuze siphendule nayiphi na imibuzo size sikuncede ufumane umbuki zindwendwe oncedisayo ozifikelelayo izinto ozidingayo.
Ababuki zindwendwe abancedisayo banganceda ngento enye okanye ngayo yonke into
Ukwenza into enokubhukishwa
Ukubeka amaxabiso neentsuku ofumaneka ngazo
Ukulawula izicelo zokubhukisha
Ukuthumela imiyalezo kundwendwe
Ukuncedwa ngeendwendwe ukwindawo
Ukucoca nokulungisa izinto
Ukufotelwa Into Enokubhukishwa
Ukuhombisa ngaphakathi
Iilayisensi neemvume zokubuka iindwendwe
Ezinye iinkonzo
Ababuki zindwendwe abancedisayo basekuhlaleni ngabona bafanelekileyo
Umut
I-Superhost iminyaka eyi-2nangaphezulu. Isetingi ecacileyo yokulindela iindwendwe nababuki zindwendwe. Imiyalezo ekhawuleza kakhulu nechanileyo. Iindlela ezinamandla zokubeka amaxabiso nezimvo.
Madsen
Okwangoku, ndilawula iiflethi ezikumgangatho ophezulu nezindlu eziphakathi kweemitha zesikwere eziyi-90 ukuya kweziyi-300 ibe ndisebenza njengombuki zindwendwe okanye umncedisi ekwamkeleni iindwendwe. Ubuncinane bobukhulu nceda 80 sqm
Balazs
Njengomthengisi wehotele oqeqeshiweyo, ndiyakuvuyela ukunceda mna neendwendwe zakho. Ndiyakuvuyela ukukunceda ngeenkqubo nezakhiwo ezicacileyo.
Kulula ukuqalisa
- 01
Faka indawo ekuyo indawo yakho
Jonga ababuki zindwendwe abancedisayo abafumaneka eBerg, neeprofayile zabo, nemilinganiselo yeendwendwe. - 02
Yazi abanye ababuki zindwendwe abancedisayo
Thumela umyalezo kubabuki zindwendwe abancedisayo abaninzi kangangoko ufuna, ibe xa sele ukulungele, mema omnye wabo ukuba abe ngumbuki zindwendwe wakho oncedisayo. - 03
Sebenzisana ngokulula
Thumela umyalezo ngqo kumbuki zindwendwe wakho oncedisayo, mnike imvume yokungena kwikhalenda yakho, nokungakumbi.
