Dlulela kumxholo

Masiye kuhambo lokuyozibonela

Joyina izinto ezonwabisayo ezilungele nabantwana emhlabeni wonke kunye nababuki zindwendwe abakhuthazayo—ngoku zenzekayo kwi-intanethi.

Izinto Ezinokonwatyelwa Kwi-intanethi: Uhambo Lokuyozibonela

Qubha kunye nengcali yookrebe eMzantsi Afrika, funda ngePompeii nomntu owemba izinto zakudala eItali uze ucacise u-2020 noBill Nye the Science Guy. Konke ukwenza usekhaya.

Funda kunye nababuki zindwendwe abazingcali emhlabeni wonke

Izinto ezonwabisayo emhlabeni wonke
Fumana iimbono ezintsha—ukusuka eSri Lanka ukuya eMzantsi Afrika nasemajukujukwini.
Kunye nababuki zindwendwe abazingcali
Dibana nootishala abalungele abantwana ngeeklasi othatha inxaxheba kuzo nezinye izinto ezenziwayo.
Konke ukwenza usekhaya
Joyina iingcali kuZoom nge-smartphone, nge-tablet okanye ikhompyutha yakho.

Funda Ngezobugcisa

Zibonele iMbali Yehlabathi

Gqibelisa Ngezibalo Nesayensi

Shukumisa umzimba Ngokuzilolonga Nokudlala

Yitya izinto ezimnandi emhlabeni wonke