Dlulela kumxholo

Amava okuthenga

Sukuphelela nje ezivenkileni. Vumela abahlali bakukhuphe ubone iindawo.

Izinto onokuzonwabela ngokungcamla ikofu

Ngcamla izinto eziqhotsiweyo zasekuhlaleni zifakwe ne-baristas.

Iiklasi zobugcisa

Ii-workshop kunye neeklasi eziqhutywa ngabahlali.

Ukonwabela ukupheka

Joyina abantu abathanda ukutya nabapheki ekhitshini.

Iiklasi zokudanisa

Ukunyuka intaba nokuhamba ubuka iindalo

Hamba ubuke ubuhle bendalo kunye nabantu abayithandayo indalo

Izinto onokuzonwabela ngobuchule bokwakha

Izinto zasemanzini onokuzonwabela

Khawukhe uzonwabise ngezi zinto emanzini

Izinto onokuzonwabela ehlathini

Phumela ngaphandle kwedolophu uyokubona ubuhle bamahlathi

Ukonwabela izinto ezizotyiweyo

Yenza isixeko sikhuthaze umsebenzi wakho wokupeyinta.

Ukuya kwiibhari ezininzi

Yonwaba kwiindawo zotywala ezahlukeneyo kunye nabantu basekuhlaleni abathanda ubumnandi