Stunning Terrace and the Ease of an Apartment with Staff

I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguCamila

  1. Iindwendwe eziyi-5
  2. Amagumbi okulala ayi-2
  3. Iibhedi eziyi-3
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-2.5
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Feel a sense of calm simply by stepping through the front door of a richly decorated apartment with a 1000 Sq Ft Terrace. Deep earth tones used in furnishings, floors, and wall colors create a warm and homey environment. Relax by an open gas fireplace in the evening.

Inombolo yelayisensi
45115

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Zibhalisele ukungena ngokwakho
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu
Isixhobo sokomisa iinwele
Iayini

5.0 out of 5 stars from 17 reviews

Indawo

Bogotá, Colombia

The apartment is in the heart of Bogotá, next to Parque 93.

Umgama ukusuka eEl Dorado Luis Carlos Galan Sarmiento International Airport

imizuzu eyi-30 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Camila

  1. Ujoyine nge- 2015 Disemba
  • Izimvo eziyi-505
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Corporate Apartment Rentals

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho uza kuba kwindawo ofikele kuyo kwaye uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyifunayo ngoxa uhleli khona.

UCamila yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 45115
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 20:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-R4824

Imithetho engokurhoxa