Ukhululekile ngokwahlukileyo ngokujonga intaba

I-Superhost

Iflethi yonke sinombuki zindwendwe onguAndreea

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-3
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
UAndreea yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
Yiza nezilwanyana zakho zasekhaya.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Indawo epholileyo kufutshane nombindi wedolophu enombono wentaba ukusuka kwibalcony

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokuhlala
iisofa ezikwazibhedi eziyi-2

Izinto enazo le ndawo

Ukubona iintaba
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka simahla eseyadini – inendawo eyi-1
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Imicrowave
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo

4.89 out of 5 stars from 9 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Bușteni, Județul Prahova, Romania

Umbuki zindwendwe ngu- Andreea

  1. Ujoyine nge- 2015 Julayi
  • Izimvo eziyi-55
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Radu

UAndreea yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa