Elizabeth Apartment

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguJane

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-3
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Umbuki zindwendwe onamava
UJane unezimvo eziyi-27 zezinye iindawo.
Welcome

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini
Indawo ekungena umntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Isixhobo sokomisa iinwele
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Izimvo eziyi-2

Apho uza kuba khona

Chania, Greece

Umbuki zindwendwe ngu- Jane

  1. Ujoyine nge- 2017 Epreli
  • Izimvo eziyi-29
Hello, my name is Jane and i will be happy to be your host for your vacation in Chania .Last year we had two apartments and this year we have another four,Elizabeth,Tess ,Saphira and carolinas apartment .

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Antonis
    Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 00:00
    Ixesha lokuphuma lingo:11:00
    Akutshaywa
    Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
    Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

    Ezempilo nokhuseleko

    Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
    Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
    Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
    Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

    Imithetho engokurhoxa