Maison spacieuse à proximité des Monts du Cantal

I-Superhost

I-townhouse yonke sinombuki zindwendwe onguThomas

  1. Iindwendwe eziyi-5
  2. Amagumbi okulala ayi-3
  3. Iibhedi eziyi-4
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-2
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu yasedolophini.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Umbuki zindwendwe onomlinganiselo ophezulu
UThomas ufumene umlinganiselo weenkwenkwezi eziyi-5 kwi-100% yeendwendwe zakutshanje.
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-95% yeendwendwe zakutshanje inike uThomas iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Maison de ville à 15 minutes du centre ville à pied.
Cuisine salle à manger rénové. (lave vaisselle, micro onde, plaque induction, Nespresso...)
Grande table 6 personnes.
Grande terrasse de 30m2 donnant sur le jardin.
Enclos fermé avec un portail et cloture. Possibilité de laisser jouer les enfants dehors sans soucis.
Possibilité de rentrer 1 voiture dans la cours ou bien de stationner à proximité de la maison.

Les monts du Cantal sont 30/45 minutes de voiture (Puy Mary, Plomb du Cantal…)

Indawo
La maison se situe à proximité du centre ville.
Possibilité de s’y rendre à pied en quelques minutes.
Des pistes cyclables se trouvent non loin de chez pour vous promener avec vos enfants et vous rendre à l’un de nos nombreux parc de jeux.
Le Puy Courny, Notre petite “montagne” qui domine la ville est juste en face de vous. Vous pouvez vous y rendre aisément.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
ibhedi elala umntu omnye eyi-1
Igumbi lokulala 3
ibhedi elala umntu omnye eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Ngasemva eyadini
Iincwadi nezinto zokudlala zabantwana
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.89 out of 5 stars from 10 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Aurillac, Auvergne-Rhône-Alpes, France

Umbuki zindwendwe ngu- Thomas

  1. Ujoyine nge- 2015 Janyuwari
  • Izimvo eziyi-37
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UThomas yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 17:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-R8568

Imithetho engokurhoxa