Tides Cottage

I-Superhost

Indlu ekumhlaba osikelwe izindlu yonke sinombuki zindwendwe onguDan

  1. Iindwendwe eziyi-6
  2. Amagumbi okulala ayi-3
  3. Iibhedi eziyi-4
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu.
Kucocekile ibe kuqoqoshiwe
iindwendwe zamva nje eziyi- 2 zithe lendawo ibibethumoya ndlela le ibicoceke ngayo.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Summer and Winter rental just a short walk to Jenness Beach. You have everything within walking distance; Surf Shop, Cafe, Pizza Shop, Restaurant and a gorgeous beach. Enjoy breakfast on the deck with a view of the ocean or have a cookout dinner using the grill provided and backyard. Excellent for families or friends!
Property has 3 bedrooms and one full bath. Please note the laundry is in the 3/4 basement accessible via a set of narrow stairs.

Indawo
Water views from deck and sun room. Short walk to beach.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 3
iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Ngasemva eyadini
Indawo yomlilo engaphakathi endlini

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.94 out of 5 stars from 16 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Rye, New Hampshire, United States

Very quiet residential neighborhood.

Umbuki zindwendwe ngu- Dan

  1. Ujoyine nge- 2014 Okthoba
  • Izimvo eziyi-16
  • I-Superhost

UDan yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-R7955

Imithetho engokurhoxa