Cannes CROISETTE 3 bedroom apartment - 160m2

I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguCayenne

  1. Iindwendwe eziyi-6
  2. Amagumbi okulala ayi-3
  3. Iibhedi eziyi-6
  4. Iibhafu ezi-3
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Umbuki zindwendwe onomlinganiselo ophezulu
UCayenne ufumene umlinganiselo weenkwenkwezi eziyi-5 kwi-92% yeendwendwe zakutshanje.
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-100% yeendwendwe zakutshanje inike uCayenne iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.
Croisette - Spacious 3 bedroom apartment of approx 160 sqm with each its own bathroom. Large balcony/terrace with panoramic sea view. Fully fitted kitchen. Washing machine / dryer. WIFI

Inombolo yelayisensi
06029010146Ht

Izinto enazo le ndawo

Ukukwazi ukuya elwandle – Phambi kolwandle
Ikhitshi
I-Wifi
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Ilifti
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.47 out of 5 stars from 15 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Cannes, Provence-Alpes-Côte d'Azur, France

Umbuki zindwendwe ngu- Cayenne

  1. Ujoyine nge- 2016 Julayi
  • Izimvo eziyi-45
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UCayenne yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 06029010146Ht
  • Iilwimi: Nederlands, English, Français
  • Izinga lokuphendula: 80%
  • Ixesha lokuphendula: lungaphelanga usuku
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Akutshaywa
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-R27056

Imithetho engokurhoxa