Lawula iAirbnb uncedwa ngumbuki zindwendwe oncedisayo
Inethiwekhi Yababuki Zindwendwe Abancedisayo yenza kube lula ukufumana nokusebenza nombuki zindwendwe oncedisayo wasekuhlaleni osemgangathweni ophezulu ukuze akuncede ulawule indawo yakho.
Awuqinisekanga ukuba ungaqala phi?
Sinike iinkcukacha ezimbalwa, ibe siza kuqhakamshelana nawe ukuze siphendule nayiphi na imibuzo size sikuncede ufumane umbuki zindwendwe oncedisayo ozifikelelayo izinto ozidingayo.
Ngokukhetha indawo ethi "Fumana uncedo", uyavuma ukuba uAirbnb nemibutho asebenzisana nayo aqhakamshelane Nenethiwekhi Yababuki Zindwendwe Abancedisayo ngeimeyile okanye ngefowuni ibe uyavumelana Nepolisi ka-Airbnb Engezinto Eziyimfihlo, ibe uyavumelana Nemimiselo Eyongezelelekileyo Yenethiwekhi Yababuki Zindwendwe Abancedisayo.
Ababuki zindwendwe abancedisayo bahoya indawo neendwendwe zakho
Fumana inkxaso epheleleyo ehambelana nezinto ozidingayo.
Ukufaka into enokubhukishwa
Ukubeka ixabiso nokufumaneka
Izinto ezibhukishiweyo
Ukuthumela imiyalezo kundwendwe
Uncedo ukulo ndawo
Ukucoca
Ukufota
Ukuhombisa ngaphakathi
Iilayisensi neemvume
Ezinye iinkonzo
Ababuki zindwendwe abancedisayo basekuhlaleni ngabona bafanelekileyo
Ababuki zindwendwe abancedisayo kwingingqi yakho bangakunceda uthobele imithetho yasekuhlaleni uze wenze indawo yakho ibe phambili.
Alessio
San Donato Val di Comino, EItali
5.0
umlinganiselo wondwendwe
11
iminyaka ebuka iindwendwe
Fiamma
Oxford, E-United Kingdom
5.0
umlinganiselo wondwendwe
11
iminyaka ebuka iindwendwe
Kosta
Toronto, EKhanada
5.0
umlinganiselo wondwendwe
10
iminyaka ebuka iindwendwe
Kulula ukuqalisa
- 01
Faka indawo ekuyo indawo yakho
Jonga ababuki zindwendwe abancedisayo abafumaneka kwingingqi yakho, neeprofayile zabo, nemilinganiselo yeendwendwe. - 02
Yazi abanye ababuki zindwendwe abancedisayo
Thumela umyalezo kubabuki zindwendwe abancedisayo abaninzi kangangoko ufuna, ibe xa sele ukulungele, mema omnye wabo ukuba abe ngumbuki zindwendwe wakho oncedisayo. - 03
Sebenzisana ngokulula
Thumela umyalezo ngqo kumbuki zindwendwe wakho oncedisayo, mnike imvume yokungena kwikhalenda yakho, nokungakumbi.
Imibuzo edla ngokubuzwa
Ndiqala njani ukuba nombuki zindwendwe oncedisayo?
Ndingayifumana phi inkcazelo engakumbi Ngenethiwekhi Yababuki Zindwendwe Abancedisayo?
Babiza malini ababuki zindwendwe abancedisayo?
Ndohlulelana njani ngemali ebhatalwayo nombuki zindwendwe wam oncedisayo?
Yintoni eyenza ababuki zindwendwe abancedisayo bahluke?
Anganceda njani umbuki zindwendwe oncedisayo ekwenzeni indawo yam ibonakale ngakumbi nasekuncedeni kwizimvo zendawo yam?
Ndingenza malini ngokubuka iindwendwe kwindawo yam yokuhlala kwa-Airbnb?
Fumana ababuki zindwendwe abancedisayo kwiindawo zakho
- E-Paris Ababuki zindwendwe abancedisayo
- ESeattle Ababuki zindwendwe abancedisayo
- ERoma Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Toronto Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Los Angeles Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Atlanta Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Milan Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Nice Ababuki zindwendwe abancedisayo
- São Paulo Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Mississauga Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Fort Lauderdale Ababuki zindwendwe abancedisayo
- ELondon Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Bellevue Ababuki zindwendwe abancedisayo
- E-Greater London Ababuki zindwendwe abancedisayo
- ERio de Janeiro Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Scottsdale Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Decatur Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Jersey City Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Mexico City Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Sandy Springs Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Arlington Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Marietta Ababuki zindwendwe abancedisayo
- EBerlin Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Mercer Island Ababuki zindwendwe abancedisayo
- ELos Angeles County Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Roswell Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Tampa Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Smyrna Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Dallas Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Clearwater Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Antibes Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Alpharetta Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Redmond Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Vaughan Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Culver City Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Beverly Hills Ababuki zindwendwe abancedisayo
- San Diego Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Grand Prairie Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Denver Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Markham Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Berkeley Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Renton Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Guadalajara Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Neuilly-sur-Seine Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Phoenix Ababuki zindwendwe abancedisayo
- ESan Francisco Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Arlington Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Irving Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Boulogne-Billancourt Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Hoboken Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Homewood Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Brighton Ababuki zindwendwe abancedisayo
- East Orange Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Apex Ababuki zindwendwe abancedisayo
- San Diego County Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Morganton Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Colorado Springs Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Kihei Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Villejuif Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Mireval Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Versailles Ababuki zindwendwe abancedisayo
- San Bruno Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Dunedin Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Hyères Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Monroe Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Mesa Ababuki zindwendwe abancedisayo
- La Grande-Motte Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Seignosse Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Levallois-Perret Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Black Rock Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Lynnfield Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Clermont Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Mount Holly Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Lone Tree Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Nashville Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Pinecrest Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Yarrow Point Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Palm Springs Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Port St. Lucie Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Redington Shores Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Hammersmith Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Saratoga Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Givors Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Beausoleil Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Fitzroy North Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Saint-Mandé Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Larkspur Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Linden Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Chandler Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Bergamo Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Youngtown Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Saint Kilda West Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Blue Ridge Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Vallauris Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Pineville Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Lawrenceville Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Beacon Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Hypoluxo Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Aliso Viejo Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Mooresville Ababuki zindwendwe abancedisayo
- North Richland Hills Ababuki zindwendwe abancedisayo
- South Melbourne Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Key Biscayne Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Messina Ababuki zindwendwe abancedisayo
- West Melbourne Ababuki zindwendwe abancedisayo
- ELe Revest-les-Eaux Ababuki zindwendwe abancedisayo
- London Borough of Southwark Ababuki zindwendwe abancedisayo
- University Park Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Catskill Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Golden Beach Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Garden Grove Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Roseville Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Carlton Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Palavas-les-Flots Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Tours Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Medina Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Palm Harbor Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Rungis Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Powell Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Great Falls Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Belleair Bluffs Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Laguna Niguel Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Kirkland Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Oak Park Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Cartersville Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Friendswood Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Woolloomooloo Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Orange Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Gilbert Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Cachan Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Milazzo Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Brixton Ababuki zindwendwe abancedisayo
- SeaTac Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Petaluma Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Crockett Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Palm Beach Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Catania Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Paddington Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Arco Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Windsor Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Wheat Ridge Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Ferndale Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Snellville Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Alderwood Manor Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Canton Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Puteaux Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Anaheim Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Woodway Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Benalmádena Ababuki zindwendwe abancedisayo
- Éguilles Ababuki zindwendwe abancedisayo
