Dlulela kumxholo
    Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo
    Ixesha lokulinda lide ngoku kuneliqhelekileyo
    Ngenxa ye-coronavirus (COVID-19), ngoku sifumana inani elikhulu lezicelo sibe sinabasebenzi abambalwa. Ukuba ukubhukisha kwakho kuqala kwiiyure ezingaphezu kweziyi-72, nceda unxibelelane nathi xa sele kusondele usuku lokungena kwakho ukuze sikwazi ukuxhasa abo bafuna uncedo ngokukhawuleza. Ukuze utshintshe okanye urhoxise ukubhukisha, yiya kwiphepha lakho lohambo okanye kwideshibhodi yombuki zindwendwe.

    Imimiselo neepolisi

    Le mimiselo, iipolisi nemigangatho isebenza ekufikeleleni kwakho nasekusebenziseni iWebhusayithi ye-Airbnb ukongeza kwiMimiselo Yenkonzo kunye neMimiselo Yenkonzo Yokubhatalwa.

    Izinto ezifunekayo kwiindwendwe

    Ngaba ukulungele ukuqalisa ukwamkela iindwendwe?
    Thatha eli nyathelo ukuze uzenzele imali engakumbi ngendlu yakho.
    Funda okungakumbi