Dlulela kumxholo
Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo

    Ndingakurhoxisa njani ukubhukisha kwam indawo yokuhlala?

    Ukuze urhoxise ukubhukisha:

    1. Yiya kwindawo ethi Uhambo uze ukhethe uhambo ofuna ukulurhoxisa
    2. Cofa indawo ethi Veza ezinye izicwangciso zohambo, emva koko ucofe ethi Veza iinkcukacha
    3. Cofa indawo ethi Rhoxisa okanye utshintshe
    4. Cofa indawo ethi Rhoxisa ukubhukisha

    Ngaphambi kokuba ugqibe ukurhoxisa, siza kukubonisa imali oza kuyibuyiselwa nesizathu—konke kuxhomekeke kwipolisi yokurhoxa yendawo yakho yokuhlala. Onke amaxesha angokwexesha lelizwe elikuyo indlu.

    Ukuba kufuneka urhoxise ngenxa yemeko yongxamiseko okanye ongenakuyiphepha, funda okungakumbi ngendlela yokufaka ibango lemeko ongenakuyinceda.

    Ngaba ulufumene uncedo obulufuna?

    Amanqaku asondele kweli