Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo

    Tshintsha usuku okanye ixesha Lento yakho Enokonwatyelwa oyibhukishileyo

    You booked an Experience, but the date or time no longer works for you? Don’t worry, you don’t have to miss out! You may be able to change your reservation, depending on your Host’s availability and their cancellation policy.

    You’ll be able to review any changes in the total cost before you finalize the change.


    Ukuze utshintshe usuku okanye ixesha:

    1. Yiya kwindawo ethi Uhambo uze ucofe Kwinto Enokonwatyelwa ofuna ukuyitshintsha
    2. Cofa indawo ethi Tshintsha okanye urhoxise
    3. Kwindawo ethi Tshintsha usuku okanye ixesha, cofa ethi Okulandelayo
    4. Fumana usuku okanye ixesha elitsha, uze ucofe indawo ethi Khetha
    5. Cofa indawo ethi Qinisekisa ukutshintshwa
    Ngaba ulufumene uncedo obulufuna?

    Amanqaku asondele kweli