Dlulela kumxholo
Ukupheka

Island Cooking with AfroChef Lela

Ukupheka

Island Cooking with AfroChef Lela

Izimvo eziyi-193
Zisamisiwe de kube yi-3 ka-Aprili. Ukuze intsapho yethu ikhuseleke, zonke Izinto Ezinokonwatyelwa ze-Airbnb zisamisiwe ngenxa ye-coronavirus (COVID-19). Yiya Kwiziko Loncedo ukuze ufumane inkcazelo yakutshanje ngaphambi kokuba ubhukishe.
Ixesha elingakanani
Iiyure eziyi-4
Ubukhulu beqela
Ukuya kutsho kubantu abayi- 10
Ukutya kwendawo
I-Caribbean
Yenziwa ngesi
IsiNgesi
Ukupheka

Island Cooking with AfroChef Lela

Ukupheka

Island Cooking with AfroChef Lela

Izimvo eziyi-193
Zisamisiwe de kube yi-3 ka-Aprili. Ukuze intsapho yethu ikhuseleke, zonke Izinto Ezinokonwatyelwa ze-Airbnb zisamisiwe ngenxa ye-coronavirus (COVID-19). Yiya Kwiziko Loncedo ukuze ufumane inkcazelo yakutshanje ngaphambi kokuba ubhukishe.
Ixesha elingakanani
Iiyure eziyi-4
Ubukhulu beqela
Ukuya kutsho kubantu abayi- 10
Ukutya kwendawo
I-Caribbean
Yenziwa ngesi
IsiNgesi

Into oza kuyenza

If you enjoy island vibes this is a good substitute until your next trip. I'll show you how we make jerk sauce, my dad's coffee, my mama's ginger beer, jerk chicken, jerk fish, curried goat, curried chicken, roti, ital stew, escoveich fish & festival, pepper shrimp, manish water and more! While we eat and drink our tasty creations, VINTAGE REGGAE MUSIC completes the island vibe. EXTRA! Environmentally friendly Locallly sourced ingredients (where possible) No Plastics Minimal Paper Reusable serveware, dinnerware and flatware.

Ukupheka

Ukupheka

Kwizinto Onokuzonwabela Kwi-Airbnb
  • Abapheki abawuthandayo umsebenzi wabo

    Funda ngeendlela zokupheka zemveli kwaye uve iindaba ezivela kubabuki zindwendwe basekuhlaleni.

  • Iindawo ezitofotofo

    Yabelana ngesidlo kwiindawo ezikhethekileyo, ukusuka kwiifama zabucala ukuya kumaphahla ayimfihlo.

  • Iququzelelwa yi-Airbnb

    Nto nganye enokonwatyelwa iyahlolwa ukuba inokutya kwendawo yasekuhlaleni na.

Umbuki zindwendwe wakho

Learn more about Lela

Lela

I'm chef/owner of Lela's Backyard Bistro - Boutique Catering & PopUp Dining in Fort Lauderdale, Florida. Every Saturday evening I host an awesome Airbnd Foodie Experience. My backyard garden is transformed into a rustic but elegant dining event where my guests enjoy a fusion of Caribbean and International dishes prepared fresh on the spot! Enjoy sweet spicy Jamaican jerk meats & seafood, curries, unique desserts & cocktails, mello music, conversation and laughter! Join me early and I'll show you how to make your own jerk marinade/sauce and other treats before we fire up the coals and start jerking... Round 6 pm is when the feast begin...

Oko kuqukiweyo

Ukutya
Tropical Flavors - Mostly Medium Spicy - Vegan Options

Iifoto zeendwendwe

Izinto ezithethwe lundwendwe

  • Ikwi- 10% ephezulu emhlabeni wonke kumba wokunxibelelana

    Iindwendwe zithi le yeyona ndlela
 intle yokudibana nabantu.

Icandelo lokujonga izimvo

Uza kube uphi

This activity takes place in my backyard garden where I grow fragrant organic herbs, some of which we we will use in our recipes.

Le nto enokonwatyelwa iyafumaneka ukususela ngo-April 04, 2020

Ukuze intsapho yethu ibe sempilweni kwaye ikhuseleke, zonke Izinto Ezinokonwatyelwa zakwa-Airbnb zisamisiwe de kube ngoLwesihlanu, ngoAprili 3, ngenxa yecoronavirus (COVID-19). Yiya Kwiziko Loncedo ukuze ufumane ezakutshanje ngaphambi kokuba ubhukishe.

Izinto omele ungazilibali

Uhlobo lokutya okukhethayo

Ukuba umcelile, umbuki zindwendwe angakufunela iintlobo ezithile zokutya. Kufuneka umazise umbuki zindwendwe ngaphambi kwento enokonwatyelwa ukuba uza kudinga indawo yokuhlala.

Umthetho ongokurhoxa

Nayiphi na into enokonwatyelwa ingarhoxiswa uze uyibuyiselwe yonke imali yakho kwiiyure eziyi-24 zokubhukisha kwakho, okanye ubuncinci kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba loo nto enokonwatyelwa iqale.

Umgaqo wonxibelelwano

Sebenzisa u-Airbnb qho xa uqhagamshelana. Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ezifunwa kundwendwe

Kungaya ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi- 10 ezineminyaka eyi- 18 nangaphezulu. Kuxhomekeke kundwendwe ngalunye ukuchazela umbuki zindwendwe ngohlobo lokutya okungalulungeliyo nolukukhethayo. Kwakhona iindwendwe kufuneka ziqaphele ukuba ukutya inyama,…

Isazisi Sikarhulumente

Kuza kufuneka uzifote ifoto efanayo nekwisazisi sakho. Le nto inceda u-Airbnb aqiniseke ukuba ngubani oya kwinto anokuyonwabela. Le nto kuza kufuneka uyenze kube kanye.

Amacebiso angakumbi

Food tasting is included in the ticket price.
Lela
Island Cooking with AfroChef Lela
Izimvo eziyi-193
Aqala kwi-R855 kumntu omnye
izimvo ezi-193
Aqala kwi-R855 kumntu omnye