Dlulela kumxholo

Wamkelekile! Ukuqalisa kwakho ukubuka iindwendwe kuqala apha.

Izinto ezinokonwatyelwa zizinto ezenziwa liqela elincinane ezikhokelwa ngababuki zindwendwe basekuhlaleni abazimiseleyo.

Zonke izinto ezinokonwatyelwa abantu abacinga ukuzenza zihlolwa liqela elincinane lakwa-Airbnb. Ukuba into ofuna ukuyenza iyawufikelela umgangatho wethu, uza kukwazi ukufaka iintsuku uze uqalise ukwamkela iindwendwe!

Sikhangele phambili ekukwazini ngakumbi size sazi noko ufuna ukwabelana ngako nehlabathi.